Daniyeli 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye igosa eliyintloko lenkundla labathiya amagama.+ UDaniyeli wabizwa ngokuba nguBheleteshatsare;+ uHananiya ngokuba nguShadraki; uMishayeli ngokuba nguMeshaki; uAzariya ngokuba nguAbhednego.+
7 Yaye igosa eliyintloko lenkundla labathiya amagama.+ UDaniyeli wabizwa ngokuba nguBheleteshatsare;+ uHananiya ngokuba nguShadraki; uMishayeli ngokuba nguMeshaki; uAzariya ngokuba nguAbhednego.+