IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 2:49
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 49 Ke uDaniyeli wenza isicelo kukumkani, waza wamisela uShadraki, uMeshaki noAbhednego+ ukuba balawule iphondo laseBhabhiloni, kodwa yena uDaniyeli wayesenkundleni+ kakumkani.

  • Daniyeli 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kukho maYuda athile owamiseleyo ukuba alawule iphondo laseBhabhiloni,+ uShadraki, uMeshaki noAbhednego; la madoda omeleleyo akakunanzanga wena, kumkani, akabakhonzi oothixo bakho, nomfanekiso wegolide owumisileyo akawunquli.”+

  • Daniyeli 3:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Wasuka wadanduluka uNebhukadenetsare wathi: “Makabongwe uTHIXO kaShadraki, kaMeshaki noAbhednego,+ othumele ingelosi yakhe+ yaza yabahlangula abakhonzi bakhe abakholose ngaye,+ nabathe balitshitshisa ilizwi lokumkani, baxolela ukunikela ngemizimba yabo kunokuba bakhonze+ okanye banqule+ nawuphi na uthixo ngaphandle koThixo wabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share