Genesis 41:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Emva koko uFaro wamthiya uYosefu igama elinguTsafenati-paneha waza wamnika uAsenati+ intombi kaPotifera umbingeleli waseOni+ ukuba abe ngumfazi wakhe. Wandula ke uYosefu walijikeleza ilizwe laseYiputa.+ 2 Kumkani 23:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngaphezu koko, uFaro Neko wenza uEliyakim+ unyana kaYosiya ukumkani esikhundleni sikaYosiya uyise waza walitshintsha igama lakhe languYehoyakim; yena uYehowahazi wamthabatha wamzisa eYiputa, apho wafela khona ekugqibeleni.+ 2 Kumkani 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngaphezu koko, ukumkani waseBhabhiloni+ wenza uMataniya uyisekazi+ ukumkani esikhundleni sakhe. Waza walitshintsha igama lakhe languZedekiya.+
45 Emva koko uFaro wamthiya uYosefu igama elinguTsafenati-paneha waza wamnika uAsenati+ intombi kaPotifera umbingeleli waseOni+ ukuba abe ngumfazi wakhe. Wandula ke uYosefu walijikeleza ilizwe laseYiputa.+
34 Ngaphezu koko, uFaro Neko wenza uEliyakim+ unyana kaYosiya ukumkani esikhundleni sikaYosiya uyise waza walitshintsha igama lakhe languYehoyakim; yena uYehowahazi wamthabatha wamzisa eYiputa, apho wafela khona ekugqibeleni.+
17 Ngaphezu koko, ukumkani waseBhabhiloni+ wenza uMataniya uyisekazi+ ukumkani esikhundleni sakhe. Waza walitshintsha igama lakhe languZedekiya.+