Duteronomi 33:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wathi: “UYehova—wavela eSinayi,+Wakhazimla kwaSehire phezu kwabo.+Waqaqamba ekummandla weentaba wakwaParan,+Waye enamashumi amawaka angcwele,+Ekunene kwakhe ingamadoda akhe okulwa.+ INdumiso 89:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 UThixo makoyikwe phakathi kweqela lamakholwane abangcwele;+Uzukile yaye uyoyikeka kubo bonke abo bamjikelezileyo.+ Daniyeli 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ndeva ongcwele+ ethetha, waza omnye ongcwele wathi kulowo wayethetha: “Uya kuzaliseka nini na lo mbono wokupheliswa kombingelelo owenziwa rhoqo,+ nowokunxaxha okuphanzisayo,+ nowokunyathelwa komkhosi kunye nendawo engcwele?”+ Mateyu 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Qinisekisani ukuba anideleli namnye waba bancinane; kuba ndithi kuni iingelosi+ zabo ezulwini zisoloko zibubona ubuso bukaBawo osezulwini.+ Luka 4:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 “Arha! Sinantoni na yakwenza nawe+ Yesu, wena mNazarete?+ Uze kusitshabalalisa na? Ndikwazi+ kakuhle ukuba ungubani na, unguLowo Ungcwele kaThixo.”+
2 Wathi: “UYehova—wavela eSinayi,+Wakhazimla kwaSehire phezu kwabo.+Waqaqamba ekummandla weentaba wakwaParan,+Waye enamashumi amawaka angcwele,+Ekunene kwakhe ingamadoda akhe okulwa.+
7 UThixo makoyikwe phakathi kweqela lamakholwane abangcwele;+Uzukile yaye uyoyikeka kubo bonke abo bamjikelezileyo.+
13 Ndeva ongcwele+ ethetha, waza omnye ongcwele wathi kulowo wayethetha: “Uya kuzaliseka nini na lo mbono wokupheliswa kombingelelo owenziwa rhoqo,+ nowokunxaxha okuphanzisayo,+ nowokunyathelwa komkhosi kunye nendawo engcwele?”+
10 Qinisekisani ukuba anideleli namnye waba bancinane; kuba ndithi kuni iingelosi+ zabo ezulwini zisoloko zibubona ubuso bukaBawo osezulwini.+
34 “Arha! Sinantoni na yakwenza nawe+ Yesu, wena mNazarete?+ Uze kusitshabalalisa na? Ndikwazi+ kakuhle ukuba ungubani na, unguLowo Ungcwele kaThixo.”+