IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 5:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngenxa yoko wothuka kakhulu uKumkani uBheleshatsare, laguquka nebala lolusu lwakhe; izihandiba zakhe nazo zazididekile.+

  • Daniyeli 7:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngonyaka wokuqala kaBheleshatsare+ ukumkani waseBhabhiloni, uDaniyeli wabona iphupha nemibono yentloko yakhe esemandlalweni wakhe.+ Waza walibhala phantsi iphupha elo.+ Wachaza zonke iinkcukacha zalo.

  • Daniyeli 8:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngonyaka wesithathu wobukumkani bukaBheleshatsare+ ukumkani, kwabonakala kum umbono, mna kanye, Daniyeli, emva kwalowo wabonakalayo kum ekuqaleni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share