IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 27:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kwaye zonke iintlanga zimele zikhonze yena+ kanye nonyana wakhe nomzukulwana wakhe kude kufike ixesha lelizwe lakhe,+ yaye iintlanga ezininzi nookumkani abakhulu bamele bamxhaphaze njengesicaka.’+

  • Daniyeli 5:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 UBheleshatsare+ ukumkani wenzela iwaka lezihandiba zakhe itheko elikhulu, wasela iwayini phambi kwazo.+

  • Daniyeli 5:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ngabo kanye obo busuku wabulawa+ uBheleshatsare ukumkani wamaKhaledi,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share