Daniyeli 2:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Wakhawuleza ke uAriyoki, wamsa uDaniyeli phambi kokumkani, waza wathi kuye: “Ndifumene indoda eyomeleleyo kubathinjwa+ bakwaYuda enokumchazela ukumkani iphupha lakhe.” Daniyeli 5:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko wangeniswa uDaniyeli phambi kokumkani. Ukumkani wathetha wathi kuDaniyeli: “UnguDaniyeli na wakubathinjwa bakwaYuda,+ lowo ukumkani ubawo wamzisa ephuma kwaYuda?+
25 Wakhawuleza ke uAriyoki, wamsa uDaniyeli phambi kokumkani, waza wathi kuye: “Ndifumene indoda eyomeleleyo kubathinjwa+ bakwaYuda enokumchazela ukumkani iphupha lakhe.”
13 Ngoko wangeniswa uDaniyeli phambi kokumkani. Ukumkani wathetha wathi kuDaniyeli: “UnguDaniyeli na wakubathinjwa bakwaYuda,+ lowo ukumkani ubawo wamzisa ephuma kwaYuda?+