Daniyeli 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ke phakathi kwabo kwakukho abanye boonyana bakwaYuda, uDaniyeli,+ uHananiya, uMishayeli noAzariya.+ Daniyeli 2:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Wakhawuleza ke uAriyoki, wamsa uDaniyeli phambi kokumkani, waza wathi kuye: “Ndifumene indoda eyomeleleyo kubathinjwa+ bakwaYuda enokumchazela ukumkani iphupha lakhe.” Daniyeli 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko nangoko athi kukumkani: “UDaniyeli,+ wakubathinjwa bakwaYuda,+ akakunanzanga wena, kumkani, neso salelo usityobeleyo, kodwa izihlandlo ezithathu ngemini wenza isibongozo sakhe.”+
6 Ke phakathi kwabo kwakukho abanye boonyana bakwaYuda, uDaniyeli,+ uHananiya, uMishayeli noAzariya.+
25 Wakhawuleza ke uAriyoki, wamsa uDaniyeli phambi kokumkani, waza wathi kuye: “Ndifumene indoda eyomeleleyo kubathinjwa+ bakwaYuda enokumchazela ukumkani iphupha lakhe.”
13 Ngoko nangoko athi kukumkani: “UDaniyeli,+ wakubathinjwa bakwaYuda,+ akakunanzanga wena, kumkani, neso salelo usityobeleyo, kodwa izihlandlo ezithathu ngemini wenza isibongozo sakhe.”+