Estere 8:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yaye nina bhalani ngokwenu egameni lamaYuda okulungileyo emehlweni enu ngegama likakumkani+ nize niyitywine ngomsesane wokutywina kakumkani; kuba umbhalo obhalwe ngegama likakumkani waza watywinwa ngomsesane wokutywina kakumkani akunakwenzeka ukuba urhoxiswe.”+ INdumiso 94:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Iya kumanyana nawe na itrone ebangela iinkxwaleko+Ngoxa iyila inkathazo ngommiselo?+ Daniyeli 6:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko ke, kumkani, wubhale lo mmiselo uze uwutyobele,+ ukuze ungabi nakutshintshwa, ngokomthetho wamaMedi namaPersi,+ ongatshitshiswayo.”+
8 Yaye nina bhalani ngokwenu egameni lamaYuda okulungileyo emehlweni enu ngegama likakumkani+ nize niyitywine ngomsesane wokutywina kakumkani; kuba umbhalo obhalwe ngegama likakumkani waza watywinwa ngomsesane wokutywina kakumkani akunakwenzeka ukuba urhoxiswe.”+
8 Ngoko ke, kumkani, wubhale lo mmiselo uze uwutyobele,+ ukuze ungabi nakutshintshwa, ngokomthetho wamaMedi namaPersi,+ ongatshitshiswayo.”+