-
Daniyeli 4:34INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
34 “Emva kwaloo mihla,+ mna Nebhukadenetsare, ndawaphakamisela emazulwini amehlo am,+ ndaza ndabuyela ezingqondweni; ndambonga Oyena Uphakamileyo,+ ndamdumisa Lowo uphilayo ukusa kwixesha elingenammiselo, ndamzukisa,+ ngenxa yokuba ulawulo lwakhe lulawulo lwexesha elingenammiselo nobukumkani bakhe bukwizizukulwana ngezizukulwana.+
-
-
Daniyeli 12:7INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
7 Ndayiva indoda eyambethe ilinen, ebiphezu kwamanzi omsinga, njengoko yayiphakamisela isandla sayo sokunene nesasekhohlo emazulwini yaza yafunga+ Lowo uphila ixesha elingenammiselo, isithi:+ “Kuya kuba lixesha elimisiweyo, namaxesha amisiweyo anesiqingatha.+ Yaye kamsinya nje kwakuba kugqityiwe ukwaphulwa kwamandla abantu abangcwele,+ zonke ezi zinto ziya kuzaliseka.”
-