Luka 19:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ke wathi: “Umntu othile osisidwangube wahamba waya kwilizwe elikude ukuya kuzizuzela ngokunqabisekileyo igunya lakomkhulu aze abuye.+ Luka 22:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 yaye ndenza umnqophiso nani, kanye njengoko uBawo enze umnqophiso+ nam, wobukumkani,+ Yohane 3:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 UBawo uyamthanda+ uNyana yaye unikele zonke izinto esandleni+ sakhe.
12 Ngoko ke wathi: “Umntu othile osisidwangube wahamba waya kwilizwe elikude ukuya kuzizuzela ngokunqabisekileyo igunya lakomkhulu aze abuye.+