Daniyeli 7:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Zona ke iimpondo ezilishumi ngookumkani abalishumi abaya kuvela kobo bukumkani;+ yaye kuya kuvela omnye emva kwabo; yena uya kwahluka kwabo bokuqala,+ aze oyise ookumkani abathathu.+ ISityhilelo 13:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaza yema ngxi phezu kwentlabathi+ yolwandle. Yaye ndabona irhamncwa+ linyuka liphuma elwandle,+ lineempondo+ ezilishumi neentloko ezisixhenxe,+ ezimpondweni zalo izizithsaba ezilishumi, kodwa kwiintloko zalo ingamagama onyeliso.+
24 Zona ke iimpondo ezilishumi ngookumkani abalishumi abaya kuvela kobo bukumkani;+ yaye kuya kuvela omnye emva kwabo; yena uya kwahluka kwabo bokuqala,+ aze oyise ookumkani abathathu.+
13 Yaza yema ngxi phezu kwentlabathi+ yolwandle. Yaye ndabona irhamncwa+ linyuka liphuma elwandle,+ lineempondo+ ezilishumi neentloko ezisixhenxe,+ ezimpondweni zalo izizithsaba ezilishumi, kodwa kwiintloko zalo ingamagama onyeliso.+