IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 7:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ndaziqwalasela iimpondo zalo, ndabona kuvela olunye uphondo, oluncinane,+ phakathi kwazo, kwaza kwancothulwa ezintathu kwiimpondo zokuqala phambi kwalo. Yaye olu phondo lwalunamehlo anjengamehlo omntu, nomlomo othetha izinto ezinkulu.+

  • Daniyeli 8:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ngenxa yobuqhokolo bakhe ngokuqinisekileyo iya kuba nempumelelo inkohliso yakhe.+ Kwaye uya kuzigwagwisa entliziyweni yakhe,+ abatshabalalise abaninzi bengalindelanga.+ Uya kusuka eme nxamnye neNkosana yeenkosana,+ kodwa uya kwaphulwa kungengasandla.+

  • ISityhilelo 13:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ndaza ndabona elinye irhamncwa+ linyuka liphuma emhlabeni,+ yaye lalineempondo ezimbini njengemvana, kodwa laqalisa ukuthetha njengenamba.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share