IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 7:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Ndabona elinye irhamncwa, elesibini, lona linjengebhere.+ Kwaye laphakanyiswa ngacala-nye,+ lineembambo ezintathu emlonyeni walo phakathi kwamazinyo alo; yaye kwathiwa kulo, ‘Suka, udle inyama eninzi.’+

  • Daniyeli 8:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ndaphakamisa amehlo am, ndabona inkunzi yegusha+ imi phambi komfula lowo, ineempondo ezimbini. Ezi mpondo zombini zazinde, kodwa olunye lwalulude kunolunye; olu lude lwavela mva.+

  • Daniyeli 11:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngoku ke ndiza kukuxelela inyaniso:+

      “Khangela! Kuseza kubakho ookumkani abathathu abamela iPersi,+ yaye owesine+ uya kubodlula bonke abanye ngobutyebi.+ Uya kuthi ke akomelela ngobo butyebi bakhe, uya kuvusa yonk’ into ibe nxamnye nobukumkani baseGrisi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share