IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ezra 9:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ndahlabela mgama ndathi:+ “Owu Thixo wam, ndiziva ndineentloni+ ukuphakamisela ubuso bam kuwe, Thixo wam, kuba iziphoso zethu+ zandile phezu kwentloko yethu nokuba netyala kwethu kuye kwaba kukhulu kwafikelela nasemazulwini.+

  • Nehemiya 9:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Kwaye wena ulilungisa+ ngokubhekisele kuko konke okusifikeleyo, kuba wena wenze ngokuthembeka,+ kodwa sithi abenze ngokungendawo.+

  • Yeremiya 5:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kungenxa yoko le nto ingonyama yasehlathini ibabulele, nengcuka yasethafeni eliyinkqantosi iyabaphanga,+ nehlosi libalalela ezixekweni zabo.+ Wonk’ ubani ophuma kubo uyaqwengwa. Kuba kube kuninzi ukunxaxha kwabo; izenzo zabo zokungathembeki zininzi.+

  • Daniyeli 9:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 sonile,+ senza ububi, senza ngokungendawo saza savukela;+ yaye siphambukile kwimiyalelo yakho nakwimimiselo yakho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share