IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kronike 5:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kuba uYuda+ wazingqina ongamile phakathi kwabantakwabo, yaye yaphuma kuye inkokeli;+ kodwa ilungelo lobuzibulo laba lelikaYosefu+—

  • Isaya 55:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Khangelani! Ndimnike+ ukuba abe lingqina+ kumaqela eentlanga,+ inkokeli+ nomphathi+ wamaqela eentlanga.

  • Daniyeli 11:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Nabo beza ngengalo+ eyomeleleyo nxamnye naye, uya kuyaphula ingalo leyo;+ abakhukulise, kwaneNkokeli+ yomnqophiso+ ngokunjalo.+

  • Mateyu 23:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ningabizwa nangokuthi ‘iinkokeli,’+ kuba inye iNkokeli yenu, uKRISTU.

  • Yohane 1:49
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 49 UNathaniyeli wamphendula wathi: “Rabhi, unguye uNyana kaThixo,+ unguye uKumkani+ kaSirayeli.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share