IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 2:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Esithi: “Mna, ndimmisile ukumkani wam+

      EZiyon,+ intaba yam engcwele.”+

  • Yeremiya 30:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngokuqinisekileyo baya kumkhonza uYehova uThixo wabo noDavide ukumkani wabo,+ lowo ndiya kubavelisela yena.”+

  • Daniyeli 9:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Yazi ke, uqonde ukuba, ukususela ekuphumeni kwelizwi+ lokuba ibuyiselwe ize yakhiwe kwakhona iYerusalem+ kude kuse kuMesiya+ iNkokeli,+ yoba ziiveki ezisixhenxe, neeveki ezingamashumi amathandathu anesibini.+ Iya kubuyiswa, yakhiwe kwakhona, ibe nendawo yembutho nomjelo wamanzi, kodwa ngamaxesha okubandezeleka.

  • Mateyu 23:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ningabizwa nangokuthi ‘iinkokeli,’+ kuba inye iNkokeli yenu, uKRISTU.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share