IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 49:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 49 Phulaphulani kum, nina ziqithi,+ nikelani ingqalelo, nina maqela eentlanga akude.+ UYehova undibizile+ kwasesiswini.+ Ezibilinini zikama ulikhankanyile igama lam.+

  • Isaya 51:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Nikelani ingqalelo kum, bantu bam; nawe qela lohlanga lwam,+ ndibekele indlebe. Ndiya kumisela umthetho,+ ndiwuzinzise umgwebo wam ube sisikhanyiso sezizwana.+

  • Daniyeli 7:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Wanikwa ulawulo+ nesidima+ nobukumkani,+ ukuze zonke izizwana neentlanga neelwimi zimkhonze.+ Ulawulo lwakhe lulawulo oluhlala ngokungenammiselo olungayi kudlula, nobukumkani bakhe bobungayi konakaliswa.+

  • Mika 4:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngokuqinisekileyo iintlanga ezininzi ziya kuhamba zize zithi: “Yizani,+ masinyuke siye entabeni kaYehova nasendlwini kaTHIXO kaYakobi;+ yaye uya kusiyalela ngeendlela zakhe,+ kwaye siza kuhamba emendweni wakhe.”+ Kuba kuya kuphuma umthetho eZiyon, nelizwi likaYehova eYerusalem.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share