IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 32:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 Ngokuba ndisiphakamisela ezulwini isandla sam,+

      Ndifunge ndithi: “Ndiphila nje ukusa kwixesha elingenammiselo,”+

  • Yobhi 27:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 “Ephila nje uThixo,+ ngubani owususileyo umgwebo wam,+

      Yaye esaphila nje uSomandla, ngubani owenze krakra umphefumlo wam,+

  • Yeremiya 4:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kwaye ukuba ngokuqinisekileyo uthe wafunga wathi,+ ‘Ephila nje uYehova enyanisweni,+ kokusesikweni nangobulungisa!’+ ziya kwandula ke okunene zizisikelele ngaye iintlanga, zize ziqhayise ngaye.”+

  • Yeremiya 12:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “Kuya kuthi ke ukuba bathe bafunda iindlela zabantu bam ekufungeni igama lam,+ besithi, ‘Ephila nje uYehova!’ kanye njengoko bafundisa abantu bam ukufunga uBhahali,+ bakhiwe phakathi kwabantu bam.+

  • ISityhilelo 10:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Yaye ingelosi endayibonayo imi elwandle nasemhlabeni yaphakamisela ezulwini isandla sayo sasekunene,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share