Duteronomi 19:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Uze ungawunciphisi umda wedlelane lakho,+ awawumisayo amanyange elifeni lakho oya kulidla ezweni elo akunika lona uYehova uThixo wakho ukuba ulidle ilifa. Duteronomi 27:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “‘Uqalekisiwe onciphisa umda wedlelane lakhe.’+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’) Yobhi 24:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kukho abo babuyisela umva imilimandlela;+Baxhwila umhlambi, ukuze bawaluse. IMizekeliso 22:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Musa ukuwunciphisa umda wakudala, abawenzayo ookhokho bakho.+
14 “Uze ungawunciphisi umda wedlelane lakho,+ awawumisayo amanyange elifeni lakho oya kulidla ezweni elo akunika lona uYehova uThixo wakho ukuba ulidle ilifa.