2 Kumkani 15:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke yena uShalum unyana kaYabheshe, waba ngukumkani ngonyaka wamashumi amathathu anesithoba kaUziya+ ukumkani wakwaYuda, yaye waqhubeka elawula inyanga yonke eSamariya.+ 2 Kronike 26:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Bandula bonke abantu+ bakwaYuda bamthabatha u-Uziya,+ yena eneminyaka elishumi elinesithandathu ubudala, baza bamenza+ ukumkani esikhundleni sikayise uAmatsiya.+
13 Ke yena uShalum unyana kaYabheshe, waba ngukumkani ngonyaka wamashumi amathathu anesithoba kaUziya+ ukumkani wakwaYuda, yaye waqhubeka elawula inyanga yonke eSamariya.+
26 Bandula bonke abantu+ bakwaYuda bamthabatha u-Uziya,+ yena eneminyaka elishumi elinesithandathu ubudala, baza bamenza+ ukumkani esikhundleni sikayise uAmatsiya.+