IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 50:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 50 Utsho uYehova ukuthi: “Siphi na, ke, isiqinisekiso soqhawulo-mtshato+ sikanyoko endamndululayo?+ Okanye nguwuphi na kubabolekisi bam endithengise ngani kuye?+ Khangelani! Ngenxa yeziphoso zenu+ nithengisiwe, nangenxa yokunxaxha kwenu unyoko uye wandululwa.+

  • Yeremiya 3:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ndathi ndakukubona oko, ngenxa yokuba uSirayeli ongathembekanga ekrexezile, ndamndulula+ ndaza ndamnika isiqinisekiso sokuqhawula umtshato naye,+ kanti udade wabo onobuqhophololo uYuda akazange oyike, kodwa naye wasuka waya kuba ngunongogo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share