17 Kuba nguYehova uThixo wethu owasinyusayo thina noobawo bethu saphuma kwilizwe laseYiputa,+ kwindlu yobukhoboka,+ nowenza le miqondiso mikhulu phambi kwamehlo ethu+ nowaqhubeka esilinda kuyo yonke indlela esasihamba kuyo nakwizizwana zonke esasidlula phakathi kwazo.+