Eksodus 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Zaqengqeleka iintsuku zaninzi, wafa ukumkani waseYiputa,+ kodwa bona oonyana bakaSirayeli baqhubeka bencwina, bekhalaza ngenxa yokukhotyokiswa kwabo,+ yaye ukukhalela kwabo uncedo besebukhobokeni, kwanyuka kwaya kufikelela kuTHIXO oyinyaniso.+ Eksodus 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoku ke, khangela! isikhalo soonyana bakaSirayeli sifikile kum, yaye ndiyibonile nengcinezelo abacinezelwa ngayo ngamaYiputa.+
23 Zaqengqeleka iintsuku zaninzi, wafa ukumkani waseYiputa,+ kodwa bona oonyana bakaSirayeli baqhubeka bencwina, bekhalaza ngenxa yokukhotyokiswa kwabo,+ yaye ukukhalela kwabo uncedo besebukhobokeni, kwanyuka kwaya kufikelela kuTHIXO oyinyaniso.+
9 Ngoku ke, khangela! isikhalo soonyana bakaSirayeli sifikile kum, yaye ndiyibonile nengcinezelo abacinezelwa ngayo ngamaYiputa.+