Duteronomi 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Akubanga ngenxa yobuninzi benu kunezizwana zonke le nto abonise umsa kuni uYehova waza waninyula,+ kuba nanimbalwa kunezizwana zonke.+ Zefaniya 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UYehova uThixo wakho uphakathi kwakho. NjengaLowo unamandla, uya kusindisa.+ Uya kugcoba ngawe enemihlali.+ Uya kuthi cwaka eluthandweni lwakhe. Uya kugcoba ngawe ememelela ngoyolo.
7 “Akubanga ngenxa yobuninzi benu kunezizwana zonke le nto abonise umsa kuni uYehova waza waninyula,+ kuba nanimbalwa kunezizwana zonke.+
17 UYehova uThixo wakho uphakathi kwakho. NjengaLowo unamandla, uya kusindisa.+ Uya kugcoba ngawe enemihlali.+ Uya kuthi cwaka eluthandweni lwakhe. Uya kugcoba ngawe ememelela ngoyolo.