Isaya 34:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba uYehova ucaphukile nxamnye nazo zonke iintlanga,+ yaye umsindo wakhe unxamnye nomkhosi wazo wonke.+ Uya kuzitshabalalisa; azinikele ekubulaweni ngogonyamelo.+ Yoweli 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Vuthelani isigodlo eZiyon,+ nihlabe umkhosi+ entabeni yam engcwele.+ Bonke abemi belizwe mabaphazamiseke;+ kuba imini kaYehova iyeza,+ kuba ikufuphi! Zefaniya 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Imini enkulu+ kaYehova ikufuphi.+ Ikufuphi, yaye ikhawuleza kakhulu.+ Isandi semini kaYehova sikrakra.+ Apho nendoda enamandla iyakhala.+
2 Kuba uYehova ucaphukile nxamnye nazo zonke iintlanga,+ yaye umsindo wakhe unxamnye nomkhosi wazo wonke.+ Uya kuzitshabalalisa; azinikele ekubulaweni ngogonyamelo.+
2 “Vuthelani isigodlo eZiyon,+ nihlabe umkhosi+ entabeni yam engcwele.+ Bonke abemi belizwe mabaphazamiseke;+ kuba imini kaYehova iyeza,+ kuba ikufuphi!
14 “Imini enkulu+ kaYehova ikufuphi.+ Ikufuphi, yaye ikhawuleza kakhulu.+ Isandi semini kaYehova sikrakra.+ Apho nendoda enamandla iyakhala.+