Yeremiya 4:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngenxa yoko ilizwe liya kuzila,+ namazulu phezulu ngokuqinisekileyo aya kuba mnyama.+ Oku kungenxa yokuba ndithethile, ndicingile, yaye andizisolanga, ndingayi kuguquka kuko.+ Yeremiya 13:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Mzukiseni uYehova uThixo wenu,+ ngaphambi kokuba abangele ubumnyama+ naphambi kokuba iinyawo zenu zibetheke olunye kolunye ezintabeni ngongcwalazi.+ Ngokuqinisekileyo ke niya kuba nethemba lokukhanya,+ yaye okunene uya kwenza ithunzi elimnyama;+ uya kulijika libe sisithokothoko.+ Amosi 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “‘Yeha abo banqwenela imini kaYehova!+ Iya kuthetha ntoni na, ke, imini kaYehova kuni?+ Iya kuba bubumnyama, kungabikho kukhanya,+
28 Ngenxa yoko ilizwe liya kuzila,+ namazulu phezulu ngokuqinisekileyo aya kuba mnyama.+ Oku kungenxa yokuba ndithethile, ndicingile, yaye andizisolanga, ndingayi kuguquka kuko.+
16 Mzukiseni uYehova uThixo wenu,+ ngaphambi kokuba abangele ubumnyama+ naphambi kokuba iinyawo zenu zibetheke olunye kolunye ezintabeni ngongcwalazi.+ Ngokuqinisekileyo ke niya kuba nethemba lokukhanya,+ yaye okunene uya kwenza ithunzi elimnyama;+ uya kulijika libe sisithokothoko.+
18 “‘Yeha abo banqwenela imini kaYehova!+ Iya kuthetha ntoni na, ke, imini kaYehova kuni?+ Iya kuba bubumnyama, kungabikho kukhanya,+