Yeremiya 17:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Mna, Yehova, ndiyayigocagoca intliziyo,+ ndizihlolisise izintso,+ ukuze ndinike ngamnye ngokweendlela zakhe,+ ngokwesiqhamo sezenzo zakhe.+ Hezekile 18:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “‘Ngoko ke ndiya kunigweba ngamnye ngokweendlela zakhe,+ ndlu kaSirayeli,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.+ ‘Buyani, ewe, nizibuyise ekunxaxheni kwenu konke,+ kuze kungabikho nto isisikhubekiso enibangela nenze isiphoso.+ Hezekile 22:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko ndiya kusiphalaza isiqalekiso+ sam phezu kwabo. Ndiza kubatshabalalisa ngomlilo wokuvutha komsindo wam.+ Indlela yabo ndiza kuyizisa entlokweni yabo,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.” Hebhere 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+
10 Mna, Yehova, ndiyayigocagoca intliziyo,+ ndizihlolisise izintso,+ ukuze ndinike ngamnye ngokweendlela zakhe,+ ngokwesiqhamo sezenzo zakhe.+
30 “‘Ngoko ke ndiya kunigweba ngamnye ngokweendlela zakhe,+ ndlu kaSirayeli,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.+ ‘Buyani, ewe, nizibuyise ekunxaxheni kwenu konke,+ kuze kungabikho nto isisikhubekiso enibangela nenze isiphoso.+
31 Ngoko ndiya kusiphalaza isiqalekiso+ sam phezu kwabo. Ndiza kubatshabalalisa ngomlilo wokuvutha komsindo wam.+ Indlela yabo ndiza kuyizisa entlokweni yabo,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.”
13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+