Isaya 34:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Kuba emazulwini ikrele lam+ ngokuqinisekileyo liya kuba manzi. Khangela! Liya kuhlela phezu koEdom,+ naphezu kwabantu endibanikele kwintshabalalo+ ngokusesikweni. Yoweli 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yona ke iYiputa, iya kuba yinkangala ephanzileyo;+ yona ke iEdom, iya kuba yintlango yenkangala ephanzileyo,+ ngenxa yogonyamelo koonyana bakaYuda, abaphalazela igazi elimsulwa kwilizwe labo.+
5 “Kuba emazulwini ikrele lam+ ngokuqinisekileyo liya kuba manzi. Khangela! Liya kuhlela phezu koEdom,+ naphezu kwabantu endibanikele kwintshabalalo+ ngokusesikweni.
19 Yona ke iYiputa, iya kuba yinkangala ephanzileyo;+ yona ke iEdom, iya kuba yintlango yenkangala ephanzileyo,+ ngenxa yogonyamelo koonyana bakaYuda, abaphalazela igazi elimsulwa kwilizwe labo.+