2 Kronike 28:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kwakhona amaEdom+ angena amxabela uYuda yaye athabatha abathinjwa. Obhadiya 10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngenxa yokugonyamela umntakwenu uYakobi,+ uya kugutyungelwa lihlazo,+ yaye kuya kufuneka unqunyulwe ukusa kwixesha elingenammiselo.+
10 Ngenxa yokugonyamela umntakwenu uYakobi,+ uya kugutyungelwa lihlazo,+ yaye kuya kufuneka unqunyulwe ukusa kwixesha elingenammiselo.+