IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 3:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Waphinda wathi uThixo kuMoses:

      “Uze uthi koonyana bakaSirayeli, ‘UYehova uTHIXO wookhokho benu, uTHIXO ka-Abraham,+ uTHIXO kaIsake+ noTHIXO kaYakobi,+ undithumile kuni.’ Lilo elo igama lam kuse kwixesha elingenammiselo,+ yaye sisikhumbuzo sam eso kwizizukulwana ngezizukulwana.+

  • Yeremiya 31:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Utsho uYehova, uMniki welanga lokukhanya kwemini,+ imimiselo+ yenyanga+ neenkwenkwezi zokukhanya kobusuku,+ Lowo uzamazamisa ulwandle ukuze amaza alo axokozele,+ Lowo ugama lakhe linguYehova wemikhosi,+ ukuthi:

  • Amosi 4:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kuba, khangela! uMyili weentaba+ noMdali womoya,+ Lowo uxelela umntu wasemhlabeni oko akuxhalabeleyo engqondweni yakhe,+ Lowo wenza isifingo sibe bubumnyama,+ Lowo unyathela kwiindawo eziphakamileyo zomhlaba,+ nguYehova uTHIXO wemikhosi igama lakhe.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share