Genesis 36:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Wathi akufa uBhela, kwalawula uYobhabhi unyana kaZera waseBhotsera+ esikhundleni sakhe.+ Isaya 34:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYehova unekrele; limele lizaliswe ligazi;+ limele lityetyiswe ngamanqatha,+ ngegazi lamatakane eegusha aziinkunzi neenkunzi zeebhokhwe, ngamanqatha ezintso zeenkunzi zeegusha. Kuba uYehova unombingelelo eBhotsera, nokuxhela okukhulu kwilizwe lakwaEdom.+ Yeremiya 49:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Kuba ndizifungile,”+ utsho uYehova, “ukuba iBhotsera+ iya kuba yinto ekhwankqisayo,+ ungcikivo, impanziso nesiqalekiso; nazo zonke izixeko zayo ziya kuba ziindawo eziphanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo.”+
6 UYehova unekrele; limele lizaliswe ligazi;+ limele lityetyiswe ngamanqatha,+ ngegazi lamatakane eegusha aziinkunzi neenkunzi zeebhokhwe, ngamanqatha ezintso zeenkunzi zeegusha. Kuba uYehova unombingelelo eBhotsera, nokuxhela okukhulu kwilizwe lakwaEdom.+
13 “Kuba ndizifungile,”+ utsho uYehova, “ukuba iBhotsera+ iya kuba yinto ekhwankqisayo,+ ungcikivo, impanziso nesiqalekiso; nazo zonke izixeko zayo ziya kuba ziindawo eziphanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo.”+