Isaya 26:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nokuba ongendawo angababalwa, akafundi bulungisa.+ Elizweni lokuthe tye uya kwenza ngokungekho sikweni,+ angabuboni ubuhandiba bukaYehova.+ Yeremiya 4:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba abantu bam bazizidenge.+ Mna abandiqondanga.+ Bangoonyana abangalumkanga; yaye abanako ukuqonda.+ Bazizilumko zokwenza okubi, kodwa ukwenza okulungileyo kona okunene abakwazi.+
10 Nokuba ongendawo angababalwa, akafundi bulungisa.+ Elizweni lokuthe tye uya kwenza ngokungekho sikweni,+ angabuboni ubuhandiba bukaYehova.+
22 Kuba abantu bam bazizidenge.+ Mna abandiqondanga.+ Bangoonyana abangalumkanga; yaye abanako ukuqonda.+ Bazizilumko zokwenza okubi, kodwa ukwenza okulungileyo kona okunene abakwazi.+