Levitikus 26:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 yaye ukuba nithe nayigatya imimiselo yam,+ yaza imiphefumlo yenu yazenyanya izigwebo zam ukuze ningayenzi imiyalelo yam yonke, ngokokude naphule umnqophiso wam,+ Duteronomi 27:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “‘Uqalekisiwe ojika+ isigwebo+ somphambukeli+ nesenkwenkwe engenayise nesomhlolokazi.’+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’) Yeremiya 5:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Batyebile;+ bayakhazimla. Baphuphuma izinto ezimbi. Ityala abaligwebi,+ kwanetyala lenkwenkwe engenayise,+ ukuze baphumelele;+ netyala lamahlwempu abaligwebi.’”
15 yaye ukuba nithe nayigatya imimiselo yam,+ yaza imiphefumlo yenu yazenyanya izigwebo zam ukuze ningayenzi imiyalelo yam yonke, ngokokude naphule umnqophiso wam,+
19 “‘Uqalekisiwe ojika+ isigwebo+ somphambukeli+ nesenkwenkwe engenayise nesomhlolokazi.’+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’)
28 Batyebile;+ bayakhazimla. Baphuphuma izinto ezimbi. Ityala abaligwebi,+ kwanetyala lenkwenkwe engenayise,+ ukuze baphumelele;+ netyala lamahlwempu abaligwebi.’”