Yeremiya 4:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ndabona kungekho mntu wasemhlabeni, nezidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini zazisabile zonke.+ Yeremiya 12:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuya kude kube nini na ilizwe libuna,+ notyani bonke basendle busoma?+ Ngenxa yobubi babo bahlala kulo izilo nezidalwa eziphaphazelayo zitshayelwe.+ Kuba bathe: “Akaliboni ikamva lethu.” Hoseya 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kungenxa yoko le nto eli lizwe liya kuzila+ naye wonke ummi okulo eya kuphelelwa kunye namarhamncwa asendle nezidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini, kwaneentlanzi zaselwandle ziya kuhlanganiselwa ekufeni.+
4 Kuya kude kube nini na ilizwe libuna,+ notyani bonke basendle busoma?+ Ngenxa yobubi babo bahlala kulo izilo nezidalwa eziphaphazelayo zitshayelwe.+ Kuba bathe: “Akaliboni ikamva lethu.”
3 Kungenxa yoko le nto eli lizwe liya kuzila+ naye wonke ummi okulo eya kuphelelwa kunye namarhamncwa asendle nezidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini, kwaneentlanzi zaselwandle ziya kuhlanganiselwa ekufeni.+