Yeremiya 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngenxa yeentaba ndiya kuphakamisa ukulila nesijwili,+ nesimbonono ngenxa yamadlelo asentlango; kuba aya kube etshisiwe+ ukuze kungabikho mntu udlulayo kuwo yaye abantu okunene abayi kusiva isandi semfuyo.+ Izidalwa eziphaphazelayo zamazulu namarhamncwa ziya kube zisabile; ziya kube zimkile.+ Hoseya 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kungenxa yoko le nto eli lizwe liya kuzila+ naye wonke ummi okulo eya kuphelelwa kunye namarhamncwa asendle nezidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini, kwaneentlanzi zaselwandle ziya kuhlanganiselwa ekufeni.+ Zefaniya 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Ndiya kuphelisa umntu wasemhlabeni nesilo.+ Ndiya kuphelisa isidalwa esiphaphazelayo samazulu neentlanzi zolwandle,+ nesikhubekiso kunye nabangendawo;+ kwaye ndiza kulunqumla uluntu phezu komhlaba,”+ utsho uYehova.
10 Ngenxa yeentaba ndiya kuphakamisa ukulila nesijwili,+ nesimbonono ngenxa yamadlelo asentlango; kuba aya kube etshisiwe+ ukuze kungabikho mntu udlulayo kuwo yaye abantu okunene abayi kusiva isandi semfuyo.+ Izidalwa eziphaphazelayo zamazulu namarhamncwa ziya kube zisabile; ziya kube zimkile.+
3 Kungenxa yoko le nto eli lizwe liya kuzila+ naye wonke ummi okulo eya kuphelelwa kunye namarhamncwa asendle nezidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini, kwaneentlanzi zaselwandle ziya kuhlanganiselwa ekufeni.+
3 “Ndiya kuphelisa umntu wasemhlabeni nesilo.+ Ndiya kuphelisa isidalwa esiphaphazelayo samazulu neentlanzi zolwandle,+ nesikhubekiso kunye nabangendawo;+ kwaye ndiza kulunqumla uluntu phezu komhlaba,”+ utsho uYehova.