IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 30:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Woqhumisela kuso+ uAron ngesiqhumiso sobulawu.+ Imiso ngemiso, woqhumisela ngaso ekulungiseni kwakhe izibane.+

  • Numeri 16:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 yaba sisikhumbuzo eso koonyana bakaSirayeli, ukuze kungasondeli mntu wasemzini+ ungengowenzala ka-Aron ukuba aqhumisele ngesiqhumiso phambi koYehova,+ ukuze kungabikho bani wehlelwa sesikaKora nendibano yakhe,+ kanye njengoko uYehova wathethayo kuye ngoMoses.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share