Duteronomi 28:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “UYehova wokuthumela isiqalekiso,+ isiphithiphithi+ nokukhalinyelwa+ entweni yonke oyenzayo, ude ubhubhe, utshabalale ngokukhawuleza, ngenxa yoqheliselo lwakho olubi ngokuba undishiyile.+ Isaya 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba iYerusalem ikhubekile, noYuda ngokwakhe uwile,+ ngenxa yokuba ulwimi lwabo nezenzo zabo zinxamnye noYehova,+ ekuziphatheni ngemvukelo emehlweni ozuko lwakhe.+ Hezekile 20:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Yaye ngokuqinisekileyo niya kuzikhumbula apho iindlela zenu+ nazo zonke izenzo zenu enazenza iinqambi ngazo,+ nize okunene nizive nizothekile bubuso benu ngenxa yazo zonke izinto zenu ezimbi enizenzileyo.+ Hoseya 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Bonke ububi bakhe babuseGiligali,+ kuba apho ndamthiya.+ Ngenxa yobubi bezenzo zakhe ndiya kumgxotha endlwini yam.+ Andiyi kuqhubeka ndimthanda.+ Zonke iinkosana zakhe ziyaqhubeka zineenkani.+
20 “UYehova wokuthumela isiqalekiso,+ isiphithiphithi+ nokukhalinyelwa+ entweni yonke oyenzayo, ude ubhubhe, utshabalale ngokukhawuleza, ngenxa yoqheliselo lwakho olubi ngokuba undishiyile.+
8 Kuba iYerusalem ikhubekile, noYuda ngokwakhe uwile,+ ngenxa yokuba ulwimi lwabo nezenzo zabo zinxamnye noYehova,+ ekuziphatheni ngemvukelo emehlweni ozuko lwakhe.+
43 Yaye ngokuqinisekileyo niya kuzikhumbula apho iindlela zenu+ nazo zonke izenzo zenu enazenza iinqambi ngazo,+ nize okunene nizive nizothekile bubuso benu ngenxa yazo zonke izinto zenu ezimbi enizenzileyo.+
15 “Bonke ububi bakhe babuseGiligali,+ kuba apho ndamthiya.+ Ngenxa yobubi bezenzo zakhe ndiya kumgxotha endlwini yam.+ Andiyi kuqhubeka ndimthanda.+ Zonke iinkosana zakhe ziyaqhubeka zineenkani.+