IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 17:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Owu Yehova, themba likaSirayeli,+ bonke abo bakushiyayo baya kuhlaziswa.+ Abo bawexukayo kum+ baya kubhalwa phantsi emhlabeni, ngenxa yokuba bawushiyile umthombo wamanzi aphilayo, uYehova.+

  • Hezekile 47:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 Yandibuyisela emnyangweni weNdlu,+ yaye, khangela! kwakukho amanzi+ aphuma phantsi kombutho womnyango weNdlu ngasempuma,+ kuba umngaphambili weNdlu wawungasempuma. Amanzi ke ayesihla evela ngaphantsi, kwicala lasekunene leNdlu, kumzantsi wesibingelelo.

  • Yoweli 3:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “Kuya kuthi ngaloo mini iintaba zivuze iwayini enencasa,+ zona kanye iinduli ziqukuqele ubisi, nemisinga yakwaYuda iqukuqele amanzi. Endlwini kaYehova kuya kuphuma umthombo,+ kwaye umele unkcenkceshele intlambo yeMithi Yomnga.+

  • ISityhilelo 22:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Yandibonisa umlambo wamanzi obomi,+ ungcwengeke njengekristale, uqukuqela uphuma kwitrone kaThixo neyeMvana+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share