IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 12:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ke kaloku uDavide wathi+ kuNatan: “Ndonile kuYehova.”+ Wathi ke uNatan kuDavide: “NoYehova uyasidlulisa isono sakho.+ Akuyi kufa.+

  • 2 Kronike 30:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kuba kwakukho abantu abaninzi, abanizi ababevela kwaEfrayim+ nakwaManase,+ kwaIsakare nakwaZebhulon,+ ababengazihlambululanga,+ kuba abazange bayidle ipasika ngokuvumelana noko kubhaliweyo;+ kodwa uHezekiya wabathandazela,+ esithi: “Kwanga uYehova olungileyo+ angabaphulela

  • INdumiso 32:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Unoyolo lowo imvukelo yakhe ixolelweyo, isono sakhe esigutyungelweyo.+

  • INdumiso 51:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Bufihle ubuso bakho ezonweni zam,+

      Uzisuse zonke iziphoso zam.+

  • Hebhere 8:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuba ndiya kuba nenceba kwizenzo zabo zokungalungisi, nezono zabo+ ndingabi sazikhumbula kwakhona.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share