IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Marko 14:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Madoda, hlalani nilindile yaye nithandaza,+ ukuze ningangeni ekuhendweni. Umoya, kambe ke, unentumekelelo, kodwa inyama ibuthathaka.”+

  • Roma 7:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 kodwa ndibona omnye umthetho emalungwini am+ usilwa+ nomthetho wengqondo yam+ yaye undithimbela emthethweni wesono+ osemalungwini am.

  • Galati 5:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kuba iminqweno yenyama inxamnye neyomoya,+ ukanti neyomoya inxamnye neyenyama; kuba ezo zinto zichasene, ukuze ningazenzi izinto enisukuba nizithanda.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share