Mateyu 26:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Hlalani nilindile+ yaye nithandaze+ ngokuqhubekayo, ukuze ningangeni ekuhendweni.+ Kambe ke, umoya unentumekelelo, kodwa inyama ibuthathaka.”+ Roma 7:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kodwa ndibona omnye umthetho emalungwini am+ usilwa+ nomthetho wengqondo yam+ yaye undithimbela emthethweni wesono+ osemalungwini am. Galati 5:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba iminqweno yenyama inxamnye neyomoya,+ ukanti neyomoya inxamnye neyenyama; kuba ezo zinto zichasene, ukuze ningazenzi izinto enisukuba nizithanda.+
41 Hlalani nilindile+ yaye nithandaze+ ngokuqhubekayo, ukuze ningangeni ekuhendweni.+ Kambe ke, umoya unentumekelelo, kodwa inyama ibuthathaka.”+
23 kodwa ndibona omnye umthetho emalungwini am+ usilwa+ nomthetho wengqondo yam+ yaye undithimbela emthethweni wesono+ osemalungwini am.
17 Kuba iminqweno yenyama inxamnye neyomoya,+ ukanti neyomoya inxamnye neyenyama; kuba ezo zinto zichasene, ukuze ningazenzi izinto enisukuba nizithanda.+