1 Kumkani 22:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko wathi: “Ngokuqinisekileyo ndibona onke amaSirayeli echithachithwe+ ezintabeni, njengezimvu ezingenamalusi.+ Yaye uYehova wahlabela mgama wathi: ‘Aba abanazo iinkosi. Mababuyele ngoxolo ngamnye endlwini yakhe.’”+ Isaya 53:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Sonke siye sabhadula njengezimvu;+ siye sajika saya ngamnye endleleni yakhe; kwaye uYehova wasibalela kuye isiphoso sethu sonke.+ Hezekile 34:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Zachithachitheka ngenxa yokuba kungekho malusi,+ kangangokuba zaba kukutya kwamarhamncwa onke asendle, zaqhubeka zichithachithwa.+ Mateyu 9:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Akubona izihlwele wazisizela,+ ngenxa yokuba zazihlinzekile, zilahliwe njengezimvu ezingenamalusi.+
17 Ngoko wathi: “Ngokuqinisekileyo ndibona onke amaSirayeli echithachithwe+ ezintabeni, njengezimvu ezingenamalusi.+ Yaye uYehova wahlabela mgama wathi: ‘Aba abanazo iinkosi. Mababuyele ngoxolo ngamnye endlwini yakhe.’”+
6 Sonke siye sabhadula njengezimvu;+ siye sajika saya ngamnye endleleni yakhe; kwaye uYehova wasibalela kuye isiphoso sethu sonke.+
5 Zachithachitheka ngenxa yokuba kungekho malusi,+ kangangokuba zaba kukutya kwamarhamncwa onke asendle, zaqhubeka zichithachithwa.+
36 Akubona izihlwele wazisizela,+ ngenxa yokuba zazihlinzekile, zilahliwe njengezimvu ezingenamalusi.+