1 Kumkani 1:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Koku uSolomon wathi: “Ukuba uya kuba yindoda elikroti, akuyi kuwela nalunye unwele+ lwakhe emhlabeni; kodwa ukuba kuye kwafunyanwa okubi kuye,+ kuza kufuneka afe.”+ Luka 21:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ukanti nonwele+ olu lweentloko zenu alusayi kuze lutshabalale. IZenzo 27:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngoko ke ndiyanikhuthaza ukuba nitye, kuba oku kuya kuba kokokhuseleko lwenu; kuba akuyi kutshabalala nonwele+ olu lwentloko yenu.”
52 Koku uSolomon wathi: “Ukuba uya kuba yindoda elikroti, akuyi kuwela nalunye unwele+ lwakhe emhlabeni; kodwa ukuba kuye kwafunyanwa okubi kuye,+ kuza kufuneka afe.”+
34 Ngoko ke ndiyanikhuthaza ukuba nitye, kuba oku kuya kuba kokokhuseleko lwenu; kuba akuyi kutshabalala nonwele+ olu lwentloko yenu.”