IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 11:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Noko ke, uSawule wathi: “Akukho mntu ufanele abulawe ngale mini,+ ngenxa yokuba namhlanje uYehova wenze usindiso kwaSirayeli.”+

  • 1 Samuweli 14:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yaye ukubulala ngogonyamelo kokuqala awaxabela ngako uYonatan nomphathi wezikrweqe zakhe kwaba ngamadoda amalunga namashumi amabini esiqingatheni sendima eyiakile yentsimi.

  • 1 Samuweli 19:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Uye wabeka nomphefumlo wakhe entendeni yakhe+ waza waxabela umFilisti,+ khon’ ukuze uYehova amenzele usindiso olukhulu+ uSirayeli wonke. Walubona nawe, waba nemihlali. Ngoko kutheni ufanele wone igazi elimsulwa ngokubulalisa+ uDavide ngento elilize?”+

  • Nehemiya 9:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ngenxa yoku wabanikela ezandleni zeentshaba zabo,+ ezaqhubeka zibabandezela;+ kodwa ngexesha lokubandezeleka kwabo babedanduluka kuwe,+ yaye wena wawubeva usemazulwini;+ ibe ngokwenceba yakho eninzi+ wawubanika abasindisi+ ababebasindisa esandleni seentshaba zabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share