ABagwebi 6:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngenxa yoko uGidiyon waqonda ukuba yayiyingelosi kaYehova.+ Kwaoko uGidiyon wathi: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova, ngenxa yokuba ndiyibonile ingelosi kaYehova ubuso ngobuso!”+ Daniyeli 10:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndaza mna—ndasala ndedwa, ndawubona ke lo mbono mkhulu. Ndaphelelwa ngamandla, nobuso bam bambatsha.+ IZenzo 10:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wayondela waza, esothuka, wathi: “Yintoni na, Nkosi?” Yathi kuye: “Imithandazo yakho+ nezipho zenceba zinyuke njengesikhumbuzo phambi koThixo.+ ISityhilelo 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndithe ke ndakumbona, ndawa ezinyaweni zakhe, ndanjengofileyo. Waza wabeka isandla sakhe sasekunene phezu kwam wathi: “Musa ukoyika.+ NdingowokuQala+ nowokuGqibela,+
22 Ngenxa yoko uGidiyon waqonda ukuba yayiyingelosi kaYehova.+ Kwaoko uGidiyon wathi: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova, ngenxa yokuba ndiyibonile ingelosi kaYehova ubuso ngobuso!”+
8 Ndaza mna—ndasala ndedwa, ndawubona ke lo mbono mkhulu. Ndaphelelwa ngamandla, nobuso bam bambatsha.+
4 Wayondela waza, esothuka, wathi: “Yintoni na, Nkosi?” Yathi kuye: “Imithandazo yakho+ nezipho zenceba zinyuke njengesikhumbuzo phambi koThixo.+
17 Ndithe ke ndakumbona, ndawa ezinyaweni zakhe, ndanjengofileyo. Waza wabeka isandla sakhe sasekunene phezu kwam wathi: “Musa ukoyika.+ NdingowokuQala+ nowokuGqibela,+