Isaya 53:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba uya kunyuka njengesetyana+ phambi kwalowo, nanjengengcambu kwilizwe elingenamanzi. Akanabume, nabo nabuphi na ubungangamsha;+ yaye xa siya kumbona, akukho mbonakalo ingasenza ukuba simnqwenele.+ Yohane 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Weza kwikhaya lakhe, kodwa abantu bakowabo abamamkelanga.+ Yohane 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Inene, inene, ndithi kuwe, Oko sikwaziyo siyakuthetha noko sikubonileyo sinikela ubungqina+ ngako, kodwa nina anibamkeli ubungqina esibunikelayo.+
2 Kuba uya kunyuka njengesetyana+ phambi kwalowo, nanjengengcambu kwilizwe elingenamanzi. Akanabume, nabo nabuphi na ubungangamsha;+ yaye xa siya kumbona, akukho mbonakalo ingasenza ukuba simnqwenele.+
11 Inene, inene, ndithi kuwe, Oko sikwaziyo siyakuthetha noko sikubonileyo sinikela ubungqina+ ngako, kodwa nina anibamkeli ubungqina esibunikelayo.+