IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 11:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ngoko waya eTarso+ esiya kufuna ngokucokisekileyo uSawule+

  • IZenzo 21:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Wandula ke uPawulos wathi: “Mna, enyanisweni, ndingumYuda,+ waseTarso+ eKilikiya, ummi wesixeko esaziwayo. Ngoko ndiyakubongoza, ndivumele ndithethe kubo abantu.”

  • IZenzo 22:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “NdingumYuda,+ owazalelwa eTarso yaseKilikiya,+ kodwa ndafundiswa kwesi sixeko ezinyaweni zikaGamaliyeli,+ ndayalelwa ngokobungqongqo+ boMthetho wamanyange, ndinenzondelelo+ ngoThixo kanye njengoko nonke nina ninjalo ngalo mhla.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share