IZenzo 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kodwa iNkosi yathi kuye: “Yiya, ngenxa yokuba lo mntu usisitya esinyuliweyo+ kum sokuthwala igama lam ezintlangeni+ nakookumkani+ noonyana bakaSirayeli. IZenzo 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Njengoko babelungiselela esidlangalaleni+ kuYehova yaye bezila ukutya, umoya oyingcwele wathi: “Kubo bonke abantu ndibekeleni uBharnabhas noSawule+ bucala ngenxa yomsebenzi endibabizele wona.” Roma 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ekuthe ngaye safumana ububele obungasifanelanga+ nobupostile+ ukuze zonke iintlanga+ zikholwe kulo igama lakhe, Roma 11:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku ndithetha kuni zintlanga. Njengoko, eneneni, ndingumpostile+ weentlanga,+ ndiyabuzukisa+ ubulungiseleli bam,+ Galati 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa, ngokwahlukileyo koko, bathi bakubona ukuba ndiphathiswe+ iindaba ezilungileyo kwabo bangalukanga,+ kanye njengoko kwakunjalo nangoPetros kwabo balukileyo+— 1 Timoti 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwakungenjongo yokuba ndinikele obo bungqina,+ le nto ndamiselwa njengomshumayeli nompostile+ ofundisa iintlanga+ ngokholo+ nenyaniso—ndinyanisile+ xa nditshoyo, andixoki.
15 Kodwa iNkosi yathi kuye: “Yiya, ngenxa yokuba lo mntu usisitya esinyuliweyo+ kum sokuthwala igama lam ezintlangeni+ nakookumkani+ noonyana bakaSirayeli.
2 Njengoko babelungiselela esidlangalaleni+ kuYehova yaye bezila ukutya, umoya oyingcwele wathi: “Kubo bonke abantu ndibekeleni uBharnabhas noSawule+ bucala ngenxa yomsebenzi endibabizele wona.”
5 ekuthe ngaye safumana ububele obungasifanelanga+ nobupostile+ ukuze zonke iintlanga+ zikholwe kulo igama lakhe,
13 Ke kaloku ndithetha kuni zintlanga. Njengoko, eneneni, ndingumpostile+ weentlanga,+ ndiyabuzukisa+ ubulungiseleli bam,+
7 Kodwa, ngokwahlukileyo koko, bathi bakubona ukuba ndiphathiswe+ iindaba ezilungileyo kwabo bangalukanga,+ kanye njengoko kwakunjalo nangoPetros kwabo balukileyo+—
7 Kwakungenjongo yokuba ndinikele obo bungqina,+ le nto ndamiselwa njengomshumayeli nompostile+ ofundisa iintlanga+ ngokholo+ nenyaniso—ndinyanisile+ xa nditshoyo, andixoki.