IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 3:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Waphinda wathi uThixo kuMoses:

      “Uze uthi koonyana bakaSirayeli, ‘UYehova uTHIXO wookhokho benu, uTHIXO ka-Abraham,+ uTHIXO kaIsake+ noTHIXO kaYakobi,+ undithumile kuni.’ Lilo elo igama lam kuse kwixesha elingenammiselo,+ yaye sisikhumbuzo sam eso kwizizukulwana ngezizukulwana.+

  • IZenzo 3:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 UTHIXO ka-Abraham nokaIsake nokaYakobi,+ uTHIXO wookhokho bethu, umzukisile+ uMkhonzi wakhe,+ uYesu, lowo nina namnikelayo+ naza namkhanyela phambi kobuso bukaPilato, xa wayegqibe kwelokuba amkhulule.+

  • IZenzo 26:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Noko ke, ngenxa yokuba ndizuze uncedo+ oluvela kuThixo ndiyaqhubeka ukusa kule mini ndinikela ubungqina kwabancinane nabakhulu, kodwa ndingathethi nto ngaphandle kwezinto abazixelayo abaProfeti+ kwakunye noMoses+ ukuba zaziza kwenzeka,

  • 2 Timoti 1:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ndiyambulela uThixo, endinikela kuye inkonzo engcwele+ ngesazela esihlambulukileyo,+ kanye njengoko nookhokho+ benzayo, kuba ndingazange ndiyeke ukukukhumbula kwizikhungo zam,+ ubusuku nemini

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share